Iziduko zaBaThembu bakwaDlomo:

Iziduko zaBaThembu bakwaDlomo

Dlomo. 

Yem-Yem.

Vela bambhentsele.

Zondwa ziintshaba, Zingasoze zimenze nto,

Kuba akanasono mntwini.

Akazange watya nto yamtu!

Nawayityayo wayinikwa ngumntu wayo.

Sigcawu esinoboya

Nkosana.

Madib’indonga.

Dubula ngenyek’etafuleni kutak’ishumi lesheleni

Awuqedwa Dhlomo!

 

Khumu!

 

Sharing is caring!

Tags:
Umbhali: Bongukholo Khumalo